BETA

Transvision

Displaying 1 result:

Entity en xh
Entity # all locales mozilla_org • en • mozorg • about • manifesto.ftl
manifesto-details-these-principles
en
These principles will not come to life on their own. People are needed to make the internet open and participatory - people acting as individuals, working together in groups, and leading others. The { -brand-name-mozilla-foundation } is committed to advancing the principles set out in the { -brand-name-mozilla } Manifesto. We invite others to join us and make the internet an ever better place for everyone.
xh
Le migaqo ayisoze iziqhube ngokwayo. Kufuneka abantu ukwenza i-Intanethi ivulekele wonke umntu yaye wonke ubani abe nenxaxheba kuyo - abantu ngabanye, abo basebenza kunye njengamaqela, kwanabo bakhokela abanye. UMbutho we{ -brand-name-mozilla } uzibophelele ekuqhubeleni phambili imigaqo echazwe kuXwebhu lwakwa{ -brand-name-mozilla }. Simema abanye ukuba bazimanye nathi ekwenzeni i-Intanethi ibe ngcono ngakumbi kumntu wonke.
Please enable JavaScript. Some features won't be available without it.