BETA

Transvision

Filter by folder:

Show all results mail

Displaying 1 result:

Entity en-US xh
Entity # all locales mail • messenger • aboutRights.ftl
rights-webservices-term-1
en-US
{ -vendor-short-name } and its contributors, licensors and partners work to provide the most accurate and up-to-date Services. However, we cannot guarantee that this information is comprehensive and error-free. For example, the Safe Browsing Service may not identify some risky sites and may identify some safe sites in error and the Location Aware Service all locations returned by our service providers are estimates only and neither we nor our service providers guarantee the accuracy of the locations provided.
xh
I-{ -vendor-short-name } nababhaleli bayo, abaniki-maphephamvume nabalingane basebenzela ukunikezela ngeenkonzo ezisulungekileyo nezigqibeleleyo. Naxa kunjalo, asinakuqinisekisa ukuba le nkcazelo igqibelele kwaye iyinasiphoso. Umzekelo, iNkonzo yokuBhrawuza ekhuselekileyo isenokungazichongi iisayithi ezinobungozi, zichonge iisayithi ezikhuselekileyo ngempazamo kunye neNkonzo yokufunisela indawo, zonke iindawo ezibuyiswe ngabanikezeli-nkonzo bethu ziintelekelelo kuphela kwaye akukho namnye phakathi kwethu nabanikezeli-nkonzo bethu oqinisekisa ngokuchaneka kweendawo ezinikezelweyo.
Please enable JavaScript. Some features won't be available without it.