BETA

Transvision

Filter by folder:

Show all results mail

Displaying 1 result:

Entity xh en-US
Entity # all locales mail • chrome • messenger • addressbook • ldapAutoCompErrs.properties
10032
xh
Qinisekisa ukuba i-Base DN ichanekile, uze uzame kwakhona, okanye qhagamshelana Nomlawuli Wesixokelelwano sakho. Ukuqinisekisa ukuba i-Base DN ichanekile, evela kwimenyu Yokuhlela, khetha Izikhethwa, uze ukhethe Imeyile & Amaqela eendaba, uze ke ngoko ukhethe Kwiidilesi. Nqomfa ku-Hlela Oovimba Beefayili, uze ukhethe iseva ye-LDAP esetyenzisiweyo. Nqomfa ku-Hlela ukubonisa i-Base DN.
en-US
Verify that the Base DN is correct, and then try again, or else contact your System Administrator. To verify that the Base DN is correct, from the Edit menu, choose Preferences, then choose Mail & Newsgroups, and then choose Addressing. Click Edit Directories, and select the LDAP server being used. Click Edit to display the Base DN.
Please enable JavaScript. Some features won't be available without it.